I‐Levitikusi 2:13

I‐Levitikusi 2:13 XHO1902A

Nayo yonke iminikelo yomnikelo wokudla wako uya kumvumvuzela yona ngetyuwa; kanjako akuyi kupelisa ityuwa yocebano LWOTIXO wako kuwo umnikelo wokudla wako: yonke iminikelo yako uya kuyinikela inetyuwa.