ILEVITIKUS 11:44
ILEVITIKUS 11:44 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba ndinguYehova uThixo wenu, ze nizingcwalise nibe ngcwele; ngokuba ndiyiNgcwele; ize ningayenzi iinqambi imiphefumlo yenu ngenyakanyaka yonke enambuzelayo emhlabeni.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 11ILEVITIKUS 11:44 IBHAYIBHILE (XHO96)
Mna ndinguNdikhoyo uThixo wenu. Yibani ngcwele, kuba mna ndingcwele. Musani ukuzifaka umlaza nangasiphi na isidalwa esirhubuluzayo emhlabeni.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 11ILEVITIKUS 11:44 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba ndiyiNkosi uThixo wenu; ke ngoko, kufuneka nibe ngcwele, nibe ngcwele; ngokuba ndingcwele mna; musani ukuzenza iinqambi ngenyakanyaka yonke enyakazelayo emhlabeni.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 11ILEVITIKUS 11:44 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO wenu: kukona niya kuzingcwalisa, nibe ngcwele, ngokuba ndingcwele mna; kanjalo aniyi kunco̔lisa imipefumlo yenu ngasinye isinambuzane esinambuzelayo pezu kwomhlaba.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 11