UYOBHI 16:20-21
UYOBHI 16:20-21 IBHAYIBHILE (XHO96)
Sendiyintlekisa nakwizihlobo zam; ke iinyembezi zam ndiziphalaza phambi koThixo. Akwaba ebenokulamla phakathi komntu noThixo njengoko ebakho umlamli phakathi komntu nomhlobo wakhe!
Yabelana
Funda UYOBHI 16UYOBHI 16:20-21 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Abahlobo bam bayanditshata, kodwa iliso lam liyaphalala kuThixo. Hayi, ukuba umntu angamlamlela umntu kuThixo, njengokuba ethetha kummelwane wakhe!
Yabelana
Funda UYOBHI 16