UYOHANE 4:10
UYOHANE 4:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waphendula uYesu wathi kuyo, Ukuba ubusazi isipho sikaThixo, nokuba ngubani na lo uthi kuwe, Ndiphe ndisele: unge ucele kuye wena, wakùpha amanzi aphilileyo.
Yabelana
Funda UYOHANE 4UYOHANE 4:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waphendula uYesu wathi kuye: “Ukuba ubusazi isipho uThixo afuna ukukupha sona, ùmazi ukuba ngubani na lo ucela amanzi kuwe, ngewucele kuye wena, aze yena akuphe amanzi aphilileyo.”
Yabelana
Funda UYOHANE 4