Wapendula u‐Yesu wati kuye: Ukuba ubusazi isipo SIKATIXO, nokuba ungubanina oti kuwe: Ndipe ndisele; unga ucele kuye, waye enga ete yena wakupa amanzi apilileyo.
Funda Ivangeli ka‐Johane 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Johane 4:10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo