UYOHANE 19:36-37
UYOHANE 19:36-37 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba zenzekile ezizinto, ukuze isiba̔lo sizaliseke, sokuti: Aliyi kwapulwa nalinye itambo lake. Nakanjako esinye isiba̔lo sitsho ukuti: Baya kukangela lowo bamhlabayo.
Yabelana
Funda UYOHANE 19UYOHANE 19:36-37 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba zenzeka ezi zinto, ukuze isibhalo sizaliseke esithi, Akuyi kutyunyuzwa thambo lakhe. Kanjalo nesinye isibhalo sithi, Baya kukhangela kulowo bamhlabileyo.
Yabelana
Funda UYOHANE 19