UYOHANE 19:28
UYOHANE 19:28 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Emveni kwoku, esazi u‐Yesu ukuba zonke izinto zise zigqityiwe, ukuze sifezwe isiba̔lo, wati: Ndiyanxanwa.
Yabelana
Funda UYOHANE 19UYOHANE 19:28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Emveni koko, uYesu, esazi ukuba zonke izinto sezifezekile, ukuze sifezeke isibhalo, wathi, Ndinxaniwe.
Yabelana
Funda UYOHANE 19