UYOHANE 1:12-13
UYOHANE 1:12-13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa bonke abâmamkeláyo, bezinikele kuye ngokupheleleyo, wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo. Ababanga ngabantwana bakaThixo ngokuzalwa bengabomlibo othile, okanye ngokuzalwa ngendlela yemvelo; nguThixo ngokwakhe obazeleyo.
Yabelana
Funda UYOHANE 1UYOHANE 1:12-13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke bonke abamamkeláyo wabanika igunya lokuba babe ngabantwana bakaThixo, abo ke bakholwayo kwigama lakhe; abangàzalwanga ngagazi, nangakuthanda kwanyama, nangakuthanda kwandoda; bazalwa nguThixo.
Yabelana
Funda UYOHANE 1UYOHANE 1:12-13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke bonke abamamkelayo wabanika igunya lokuba babe ngabantwana bakaThixo, abo ke bakholwayo kwigama lakhe; Abangazalwanga ngagazi, nangakuthanda kwanyama, nangakuthanda kwandoda; bazalwa nguThixo.
Yabelana
Funda UYOHANE 1