UYOHANE 1:12
UYOHANE 1:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke bonke abamamkeláyo wabanika igunya lokuba babe ngabantwana bakaThixo, abo ke bakholwayo kwigama lakhe
Yabelana
Funda UYOHANE 1UYOHANE 1:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa bonke abâmamkeláyo, bezinikele kuye ngokupheleleyo, wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo.
Yabelana
Funda UYOHANE 1UYOHANE 1:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke bonke abamamkelayo wabanika igunya lokuba babe ngabantwana bakaThixo, abo ke bakholwayo kwigama lakhe
Yabelana
Funda UYOHANE 1