UYEREMIYA 27:6
UYEREMIYA 27:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kaloku ke mna ndiwanikele onke la mazwe esandleni sikaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, umkhonzi wam, kwanamarhamncwa asendle ndiwanikele kuye ukuba amkhonze.
Yabelana
Funda UYEREMIYA 27UYEREMIYA 27:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ngoko onke amazwe enikuwo ndiza kuwanikezela esandleni sikaNebhukadenezare, isicaka sam, ongukumkani waseBhabheli. Nditsho nezilwanyana ezi zasendle ziza kuba zezakhe.
Yabelana
Funda UYEREMIYA 27