Nakaloku, sendinikele onke lamazwe esandleni sika‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone, isicaka sam; namaṙamncwa asendle ndimnikile kwa wona, ukuba amkonze.
Funda U‐Jeremiya 27
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jeremiya 27:6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo