UISAYA 65:19
UISAYA 65:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kugcoba ngeYerusalem, ndibe nemihlali ngabantu bam, lingabi savakala khona ilizwi lokulila nelizwi lokukhala.
Yabelana
Funda UISAYA 65UISAYA 65:19 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nam ndoba nemincili ngenxa yeJerusalem, ndithatheke ndidlokove ngabantu bam. Khona soze sibe saviwa isijwili; ukufixiza nesilokozi ziya kuphela tu.
Yabelana
Funda UISAYA 65