UISAYA 65:19

UISAYA 65:19 XHO96

Nam ndoba nemincili ngenxa yeJerusalem, ndithatheke ndidlokove ngabantu bam. Khona soze sibe saviwa isijwili; ukufixiza nesilokozi ziya kuphela tu.