UISAYA 61:4
UISAYA 61:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Baya kwakha amanxuwa angunaphakade, bavuse iindawo ezichithakeleyo zangaphambili, bahlaziye imizi engamanxuwa, iindawo ezichithakeleyo zezizukulwana ngezizukulwana.
Yabelana
Funda UISAYA 61UISAYA 61:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bona baya kuzivusa izixeko zamandulo, bawavumbulule namabhodlo asel' adilizwa. Baya kuzakha izixeko esezingamabobosi, ezo zatshatyalaliswa kwizizukulwana ezadlulayo.
Yabelana
Funda UISAYA 61