UISAYA 61:4

UISAYA 61:4 XHO96

Bona baya kuzivusa izixeko zamandulo, bawavumbulule namabhodlo asel' adilizwa. Baya kuzakha izixeko esezingamabobosi, ezo zatshatyalaliswa kwizizukulwana ezadlulayo.