UISAYA 6:8
UISAYA 6:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndeva izwi leNkosi, lisithi, Ndothuma bani na? Ngubani na owosiyèla?
Yabelana
Funda UISAYA 6UISAYA 6:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
INkosi ke yadanduluka yathi: “Yaz'ba ndiya kuthuma bani na? Ngubani ongaba sisigidimi sethu?” Ke mna ndiphendule ndathi: “Thuma mna; ndiyaya!”
Yabelana
Funda UISAYA 6UISAYA 6:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kananjalo ndeva izwi likaYehova, lisithi, Ndothuma bani na? Ngubani na owosiyela? Ndathi ke, Ndikho; ndithumelele.
Yabelana
Funda UISAYA 6