UISAYA 6:5
UISAYA 6:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndaza ndathi: “Yeha ke mna! ngokuba nditshatyalalisiwe; kuba ndiyindoda enemilebe emdaka, kwaye ndihlala phakathi kwabantu abanemilebe emdaka; ngokuba amehlo am abone iNkosi, uYehova wemikhosi.
Yabelana
Funda UISAYA 6UISAYA 6:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndathi, Athi ke mna! Ngokuba ndithe shwaka, ngokuba ndiyindoda emlomo uyinqambi; ndihleli phakathi kwabantu abamilomo iyinqambi; ngokuba amehlo am aboné ukumkani, uYehova wemikhosi.
Yabelana
Funda UISAYA 6UISAYA 6:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Suka ke mna ndadanduluka ndathi: “Athi ke mna, mntu uludwayi! Kuxa bendingubani kakade ndingumfi nje! Kaloku nokuthetha kwam kuvuza ukona, ibe ke ndimi phakathi kwabantu abathi bakuthetha kurhuq' ukona. Kambe ke naxa kunjalo, uKumkani onguNdikhoyo uSomandla-onke ndimbone ngala wam amehlo!”
Yabelana
Funda UISAYA 6