UISAYA 59:2
UISAYA 59:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bubugwenxa benu obunahlukanisileyo noThixo wenu, zizono zenu ezibusithelisileyo ubuso bakhe kuni, ukuba angevi.
Yabelana
Funda UISAYA 59UISAYA 59:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nto nje ubugwenxa benu bungumqobo; buthe zinzi phakathi kwenu noThixo. Ewe, zizono zenu ezimsithayo uThixo kuni, yiyo nale nto ngáthi akaniva.
Yabelana
Funda UISAYA 59