Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 3:11

UISAYA 3:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Yeha ongendawo! Kuya kuba kubi kuye; ngokuba ukuphatha kwezandla zakhe kuya kwenziwa kuye.

Yabelana
Funda UISAYA 3

UISAYA 3:11 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kodwa ke kunyembelekile ngakwizikhohlakali, kuba zojikelwa kwazizenzo zazo.

Yabelana
Funda UISAYA 3

UISAYA 3:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Yeha, ongendawo! kuya kuba kubi kuye, ngokuba uya kunikwa umvuzo wezandla zakhe.

Yabelana
Funda UISAYA 3

UISAYA 3:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kwoba nzima kokohlakeleyo! kwoba kubi; ngokuba umvuzo wezandla zake uya kwenziwa kuye.

Yabelana
Funda UISAYA 3
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo