UISAYA 10:27
UISAYA 10:27 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kwakuya kuti ngomhla lowo, kwosuswa umtwalo wake egxalabeni lako, neyokwe yake entanyeni yako; kanjalo iyokwe iya kwonakaliswa ngenxa yokutanjiswa.
Yabelana
Funda UISAYA 10UISAYA 10:27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuya kuthi ngaloo mini, usuke umthwalo wakhe esixhantini sakho, nedyokhwe yakhe entanyeni yakho, idyokhwe yonakale kukutyeba.
Yabelana
Funda UISAYA 10