UISAYA 1:14
UISAYA 1:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuthwasa kweenyanga zenu, namaxesha enu amisiweyo, umphefumlo wam uwathiyile; asuka aba bubunzima kum; ndidiniwe kukuwathwala.
Share
Funda UISAYA 1UISAYA 1:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ndiyawenyanya onke amatheko enu; nditsho nala okuthwasa kwenyanga. Kaloku ngoku asuke aluxanduva, ndaye ke ndidiniwe kukuluthwala.
Share
Funda UISAYA 1