UHOSEYA 9:17
UHOSEYA 9:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
UTIXO wam wobalahla, ngokuba bengampulapulanga: boba ngamadungadunga pakati kwezizwe.
Share
Funda UHOSEYA 9UHOSEYA 9:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UThixo wam uya kubacekisa, kuba bengamphulaphulanga; baya kuphalaphala ezintlangeni.
Share
Funda UHOSEYA 9UHOSEYA 9:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
UThixo wam wabalahla kwesinomhlwa; kaloku bona abamphulaphulanga. Ngoko ke boba ziimbacu ezizweni.
Share
Funda UHOSEYA 9