Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UHOSEYA 1:2

UHOSEYA 1:2 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ekusunguleni kokuthetha *kukaNdikhoyo ngomlomo kaHosiya uNdikhoyo wathi kuye: “Hamba utshate umfazi wobuhenyu oya kukuzalela abantwana bobuhenyu, kuba abantu beli lizwe nabo bahenyuzile ngokugqithisileyo bakreqa kuNdikhoyo.”

Yabelana
Funda UHOSEYA 1

UHOSEYA 1:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ukuqala kokuthetha kukaYehova noHoseya, wathi uYehova kuHoseya, Yiya uzeke umfazi wobuhenyu nabantwana bobuhenyu; ngokuba ilizwe lihenyuzé kakhulu, lemka kuYehova.

Yabelana
Funda UHOSEYA 1

UHOSEYA 1:2 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ekusunguleni kokuthetha *kukaNdikhoyo ngomlomo kaHosiya uNdikhoyo wathi kuye: “Hamba utshate umfazi wobuhenyu oya kukuzalela abantwana bobuhenyu, kuba abantu beli lizwe nabo bahenyuzile ngokugqithisileyo bakreqa kuNdikhoyo.”

Yabelana
Funda UHOSEYA 1

UHOSEYA 1:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ukuqala kwelizwi likaYehova ngoHoseya. Wathi uYehova kuHoseya, Hamba uye kuthabatha ihenyukazi noonyana behenyukazi; ngokuba ilizwe lihenyuze kakhulu, lemka ekumlandeleni uYehova.

Yabelana
Funda UHOSEYA 1

UHOSEYA 1:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ukuqala kwelizwi LIKAYEHOVA ngaye u‐Hosheha. Wayesiti UYEHOVA ku‐Hosheha: Yiya, uzizekele umfazi wemibulo, nabantwana bemibulo, ngokuba ilizwe liwenzile umbulo omkulu, lahlukene NOYEHOVA nje.

Yabelana
Funda UHOSEYA 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo