IGENESIS 46:3
IGENESIS 46:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wayesiti: Mna ndi NGUTIXO, UTIXO woyihlo wako; ungoyiki ukuya kuhlela e‐Jipete; ngokuba isizwe esikulu ndiya kusenza ngawe apo.
Yabelana
Funda IGENESIS 46IGENESIS 46:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi, NdinguThixo, uThixo wooyihlo, musa ukoyika ukuhla uye eYiputa; kuba ndiya kukwenza uhlanga olukhulu khona.
Yabelana
Funda IGENESIS 46