IGENESIS 39:11-12
IGENESIS 39:11-12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kwada kwati ngomhla otile, wangena u‐Josefe endlwini ukuze awenze umsebenzi wake; kwaye kungeko kona endlwini nanye emadodeni endlu. Waza wambamba ngengubo yake, esiti: Uz’ undilale! Koko washiya ingubo yake esandleni sake, wabaleka, wapuma ngapandle.
Yabelana
Funda IGENESIS 39IGENESIS 39:11-12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kwathi kuloo mihla, wangena endlwini eya kusebenza umsebenzi wakhe; kwaye kungekho nanye yakumadoda endlu endlwini apho. Wambamba ngengubo wathi, Ndilale. Wayishiya ingubo yakhe esandleni sakhe, wabaleka, waphumela phandle.
Yabelana
Funda IGENESIS 39IGENESIS 39:11-12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwathi ngenye imini, uJosefu engene endlwini kaPotifare, eye kusebenza, wafika kungekho nasinye isicaka. Umka-Potifare wambamba, emtsala ngengubo, wathi: “Yiza kaloku!” Kodwa waphuncula uJosefu, wabalekela ngaphandle, washiya loo ngubo yakhe eyiphethe ngesandla loo mfazi.
Yabelana
Funda IGENESIS 39