Kwada kwati ngomhla otile, wangena u‐Josefe endlwini ukuze awenze umsebenzi wake; kwaye kungeko kona endlwini nanye emadodeni endlu. Waza wambamba ngengubo yake, esiti: Uz’ undilale! Koko washiya ingubo yake esandleni sake, wabaleka, wapuma ngapandle.
Funda I‐Genesise 39
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Genesise 39:11-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo