IGENESIS 2:16-17
IGENESIS 2:16-17 IBHAYIBHILE (XHO96)
UThixo wathi kuye: “Ungatya nakuwuphi na umthi osemyezweni; kodwa uze ungatyi kumthi wokucalula okubi nokuhle. Mhla watya kuwo ngenene uya kufa.”
Yabelana
Funda IGENESIS 2IGENESIS 2:16-17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
uYehova uThixo wamwisela umthetho umntu, esithi, Yonke imithi yasendle ungayidla; Kodwa uze ungadli kuwo umthi wokwazi okulungileyo nokubi, kuba mhla uthe wadla kuwo uya kufa ngokuqinisekileyo.
Yabelana
Funda IGENESIS 2IGENESIS 2:16-17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UYehova uThixo wamwisela umthetho umntu, esithi, Yonke imithi yomyezo ungáyidla uyidle; ke wona umthi wokwazi okulungileyo nokubi uze ungawudli; kuba mhlana uthe wawudla, ùya kufa.
Yabelana
Funda IGENESIS 2IGENESIS 2:16-17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waye UYEHOVA UTIXO waxela emntwini, esiti: Yonke imiti yomyezo ungakolisa ukutya kuyo; kodwa umti wokwaziwa kwokulungileyo nokukohlakeleyo, akuyi kutya kuwo: ngokuba emhleni utyayo kuwo uya kufa ngokufa.
Yabelana
Funda IGENESIS 2