I‐Genesise 2:16-17

I‐Genesise 2:16-17 XHO1902A

Waye UYEHOVA UTIXO waxela emntwini, esiti: Yonke imiti yomyezo ungakolisa ukutya kuyo; kodwa umti wokwaziwa kwokulungileyo nokukohlakeleyo, akuyi kutya kuwo: ngokuba emhleni utyayo kuwo uya kufa ngokufa.