KUMAGALATI 6:9
KUMAGALATI 6:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke ekwenzeni okulungileyo masingethi amandla; kuba sovuna ngexesha elililo, ukuba asityhafi.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 6KUMAGALATI 6:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa masingadinwa sisenza okulungileyo; ngokuba siya kuti ngexesha elifanelekileyo sivune, ukuba kaloku asicubuki.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 6KUMAGALATI 6:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke ekwenzeni okulungileyo masingethi amandla; kuba sovuna ngexesha elililo, ukuba asityhafi.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 6