KUMAGALATI 6:8
KUMAGALATI 6:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
ngokuba lowo uhlwayelela eyakhe inyama, wovuna ukonakala ngokwasenyameni; lowo uhlwayelela uMoya ke, wovuna ubomi obungunaphakade ngokwaseMoyeni.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 6KUMAGALATI 6:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kuba ohlwayelelayo eyake inyama eya kuti kwa kuyo inyama avune ulwonakalo: kodwa ohlwayelelayo UMOYA woti kwa kuye UMOYA avune ubomi obungunapakade.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 6