KUMAGALATI 5:14
KUMAGALATI 5:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba wonke umthetho uzaliswe ngazwi linye, ngeli leli; Uze umthande ummelwane wakho ngoko uzithanda ngako.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 5KUMAGALATI 5:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba wonke umthetho uzaliswe ngazwi linye, ngeli lithi, Uze umthande ummelwane wakho ngoko uzithanda ngako.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 5KUMAGALATI 5:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku umthetho xa uwonke ushwankathelwa ngomyalelo omnye othi: “Mthande ummelwane wakho kanye ngale ndlela uzithanda ngayo nawe.”
Yabelana
Funda KUMAGALATI 5