KUMAGALATI 4:4-5
KUMAGALATI 4:4-5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
kodwa okuya ukuzaliseka kwexesha bekufikile, wati UTIXO watuma unyana wake, ezelwe ngomfazi, ezelwe ngapantsi kwomteto, ukuze abo babengapantsi kwomteto abakulule, ukuze sibamkele ubunyana.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 4KUMAGALATI 4:4-5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Lithe ke lakuzaliseka ixesha, uThixo wamkhupha weza uNyana wakhe, othe wazalwa ngumntu oyinkazana; ethe wazalelwa phantsi komthetho, ukuze abakhulule ngokubathenga abaphantsi komthetho, ukuze sikuzuze ukwenziwa oonyana.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 4