UEZRA 6:14
UEZRA 6:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Baza baka abadala bama‐Juda, bahambiseka, ngokuprofitesha kuka‐Hagai umprofite no‐Zekariya unyana ka‐Hido. Baka ke, bafeza, ngomteto KATIXO wo‐Sirayeli, nangomteto ka‐Koreshe, noka‐Dariyusi, noka‐Aretashasheta ukumkani we‐Peresiya.
UEZRA 6:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke amadoda amakhulu amaYuda ákha, aphumelela ngokokuprofeta kukaHagayi umprofeti, noZekariya unyana kaIdo; ákha ke agqiba, ngenxa yomthetho kaThixo kaSirayeli, nangenxa yomthetho wooKoreshi, noDariyo, noArtashashta, ookumkani basePersi.
UEZRA 6:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke amadoda amakhulu amaJuda aqhubela phambili ekwakheni, aba nenkqubela ephenjelelwa ziintshumayelo *zomshumayeli uHagayi noZakariya umzukulwana kaIdo. Bagqiba ke ukuyakha indlu leyo, ngokomyalelo kaThixo kaSirayeli ndawonye nemiyalelo kaKoreshi, uDariyo noAtashasta ookumkani basePeshiya.
UEZRA 6:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Amadoda amakhulu amaYuda ayesakha yaye aqhubeka ephumelela ngomprofeti uHagayi noZekariya unyana kaIdo. Bakha baza bagqiba ngokomyalelo kaTHIXO kaSirayeli nangokomyalelo kaKoreshi noDariyo noArtashashta ukumkani wasePersi.