Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UHEZEKILE 13:6

UHEZEKILE 13:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Babona into ekhohlakeleyo nokuvumisa okungamanga, abo bathi, Útsho uYehova; uYehova engabathumanga, ukanti balinda ukuqiniswa kwelo lizwi.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 13

UHEZEKILE 13:6 IBHAYIBHILE (XHO96)

Banemibono ephuthileyo; izihlabo zabo zibubuxoki. Bathi: ‘Utsho uNdikhoyo,’ kodwa engabathumanga; kanti kuyo yonke loo nto balindele ukuba udaba lwabo lufezekiswe.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 13

UHEZEKILE 13:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Babona ukuvumisa okukhohlakeleyo, nokuvumisa okukhohlakeleyo, abathi, uYehova uthethile, uYehova angabathumanga; kwaye bathembisa abanye ukuba baya kuliqinisa ilizwi.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 13

UHEZEKILE 13:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Babonile okungendawo nokulaula okubuxoki, abati: Utsho UYEHOVA; nakuba UYEHOVA angabatumanga: batembisile abanye noko ukuba kuqiniswe ilizwi.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 13
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo