IEKSODUS 39:43
IEKSODUS 39:43 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wawukhangela uMoses wonke umsebenzi, nango ke bewenzile; njengoko uYehova abemwisele umthetho ngako, bawenjenjalo. Wabasikelela ke uMoses.
Yabelana
Funda IEKSODUS 39IEKSODUS 39:43 IBHAYIBHILE (XHO96)
UMosis wawuhlola loo msebenzi, wafumanisa ukuba ngenene yonke into bayenze ngokomyalelo kaNdikhoyo. Ngoko ke wasuka wabathamsanqela.
Yabelana
Funda IEKSODUS 39