EYEMFUDUKO 39:43

EYEMFUDUKO 39:43 XHO96

UMosis wawuhlola loo msebenzi, wafumanisa ukuba ngenene yonke into bayenze ngokomyalelo kaNdikhoyo. Ngoko ke wasuka wabathamsanqela.