UESTERE 3:2
UESTERE 3:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bonke abakhonzi bokumkani, ababesesangweni lokumkani, babeguqa, baqubude kuHaman; kuba wenjenjalo ukumkani ukuwisa umthetho ngaye; ke yena uMordekayi àkaguqa, àkaqubuda kuye.
Yabelana
Funda UESTERE 3UESTERE 3:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Zonke izicaka zikakumkani apho esangweni zaguqa zakhahlela kuHaman ngokomyalelo kakumkani ngoHaman lowo. Kambe ke yena uModekayi zange aguqe akhahlele apho kuHaman.
Yabelana
Funda UESTERE 3