UESTERE 3:2

UESTERE 3:2 XHO75

Bonke abakhonzi bokumkani, ababesesangweni lokumkani, babeguqa, baqubude kuHaman; kuba wenjenjalo ukumkani ukuwisa umthetho ngaye; ke yena uMordekayi àkaguqa, àkaqubuda kuye.