UDANIYELI 7:27
UDANIYELI 7:27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ubukumkani, negunya, nobukhulu bezikumkani phantsi kwamazulu onke, buya kunikwa abantu abangcwele bOsenyangweni; ubukumkani bakhe bubukumkani obungunaphakade, namagunya onke aya kumbusa, amve.
UDANIYELI 7:27 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku ubukhosi namagunya nobuhandiba bazo zonke izikumkani zehlabathi buya kunikezelwa kubantu abangcwele abalusapho lukaPhezukonke. Ke kaloku ulawulo lwaloo mbuso aluyi kuba nasiphelo, zaye ke zonke izikumkani zehlabathi ziya kuwuthobela ziwululamele.’
UDANIYELI 7:27 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ubukumkani, nolawulo, nobukhulu bezikumkani, phantsi kwezulu lonke, buya kunikwa abantu abangcwele bOsenyangweni, obukumkani bubukumkani obungunaphakade, nezikumkani zonke ziya kumkhonza, zimve
UDANIYELI 7:27 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kanjalo ubukumkani, nobukosi, nobukulu bobukumkani ngapantsi kwezulu lonke, buya kunikwa ebantwini babangcwele bopezu kwonke, obukumkani bubukumkani obungunapakade, babuya kumkonza bonke ubukosi, bumpulapule.