UDANIYELI 7:27

UDANIYELI 7:27 XHO96

Ke kaloku ubukhosi namagunya nobuhandiba bazo zonke izikumkani zehlabathi buya kunikezelwa kubantu abangcwele abalusapho lukaPhezukonke. Ke kaloku ulawulo lwaloo mbuso aluyi kuba nasiphelo, zaye ke zonke izikumkani zehlabathi ziya kuwuthobela ziwululamele.’

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UDANIYELI 7:27