KWABASEKOLOSE 3:1
KWABASEKOLOSE 3:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba ngoko navuswa kunye noKristu, funani izinto zaphezulu, apho akhona uKristu, ehleli ngasekunene kukaThixo.
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 3KWABASEKOLOSE 3:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Njengoko kaloku navuswa kunye noKrestu, yibani nomdla kwizinto zasezulwini, apho akhoyo uKrestu, ehleli kwiwonga alinikwe nguThixo.
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 3KWABASEKOLOSE 3:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukuba ngoko navuswa kunye noKristu, funani izinto zaphezulu, apho akhona uKristu, ehleli ngasekunene kukaThixo.
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 3