IZENZO 2:44-45
IZENZO 2:44-45 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bonke ke ababekholwa babendawonye, benobudlelane ngeento zonke. Baye bethengisa nangemihlaba nangempahla yabo, babele bonke, njengoko ebethi ubani aswele ngako.
Yabelana
Funda IZENZO 2IZENZO 2:44-45 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bonke abakholwayo bahlala bebambene, bedlelana ngezinto abanazo omnye nomnye. Babethengisa ngempahla yabo, babelane ngemali leyo ngokweentswelo zomntu ngamnye.
Yabelana
Funda IZENZO 2