Babe ke bonke abakolwayo bendawonye, babala zonke izinto ukuba zizezabo bonke, batengisa ngemfuyo zabo nangempahla zabo, bazahlulahlula kubo bonke, njengoko kusukuba umntu enokuswela ngako.
Funda Izenzo zabapostile 2
Share
Compare All Versions: Izenzo zabapostile 2:44-45
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos