KWABASETESALONIKA II 2:9-10
KWABASETESALONIKA II 2:9-10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
kwalowo, úkufika kungokokusebenza kukaSathana, ngayo imisebenzi yonke yamandla, nemiqondiso, nezimanga zobuxoki, nangako ukulukuhla konke kokungalungisi kwabo batshabalalayo; ngenxa enokuba bengakwamkelanga ukuyithanda inyaniso, ukuze basindiswe.
KWABASETESALONIKA II 2:9-10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukufika kwalo mchasi-mthetho ngumsebenzi kaSathana; yaye uya kuphelekwa yimisebenzi yamandla nemiqondiso nemimangaliso yenkohliso, kubekho zonke iintlobo zolahlekiso ezinokwenziwa bububi kwabo baya kwantshabalalo. Ewe, baya kutshabalala, kuba kaloku bona abalwamkelanga uthando lukaKrestu nenyaniso yakhe, ukuze basindiswe.
KWABASETESALONIKA II 2:9-10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Lowo ukufika kwakhe kungokokusebenza kukaSathana, ngayo yonke imisebenzi yamandla, nemiqondiso, nezimanga zobuxoki, nangako ukulukuhla konke kokungalungisi kwabo batshabalalayo; ngokuba bengakwamkelanga ukuyithanda inyaniso, ukuze basindiswe.
KWABASETESALONIKA II 2:9-10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
okufika kungokwokusebenza kuka‐Satane kuwo onke amandla nemiqondiso nemimangaliso yobuxoki, nakuyo yonke inkohliso yokungalungi kubo abo babubayo: ngenxa yokuba bengalwamkelanga utando lwenyaniso ukuze basindiswe.