KWABASETESALONIKA II 2:13
KWABASETESALONIKA II 2:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke thina simelwe kukuhlala sibulela kuye uThixo ngenxa yenu, bazalwana bathandiweyo yiNkosi, ukuba uThixo kwasekuqalekeni waninyulela ukusindiswa, ngokungcwalisa koMoya nokukholwa yinyaniso
KWABASETESALONIKA II 2:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Sifanele ukuba simbulele uThixo singaphezi ngenxa yenu, mawethu athandiweyo yiNkosi. Kuba kaloku uThixo waninyula kwasekuqaleni ukuze nisindiswe ngokwenziwa nyulu nguMoya wakhe, nangokukholwa kuyo inyaniso.
KWABASETESALONIKA II 2:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke thina simelwe kukuhlala sibulela kuye uThixo ngenxa yenu, bazalwana bathandiweyo yiNkosi, ukuba uThixo kwasekuqalekeni waninyulela ukusindiswa, ngokungcwalisa koMoya nokukholwa yinyaniso
KWABASETESALONIKA II 2:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa tina sifanelwe kukubulela KUTIXO ngamaxesha onke ngenxa yenu, bazalwana abatandiweyo YINKOSI! ukuba UTIXO kwa sekuqalekeni waniqashela ukusindiswa ngokungcwalisa KWOMOYA nangenkolo enyanisweni