Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

USAMUWELI II 14:14

USAMUWELI II 14:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba simelwe kukufa, sinjengamanzi aphaleleyo emhlabeni, angenakuhlanganiswa; noThixo akasusi mphefumlo, ufuna icebo, ukuze angamgxothi kuye umgxothwa.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 14

USAMUWELI II 14:14 IBHAYIBHILE (XHO96)

Sonke simelwe kukufa, siphalale njengamanzi angenakubuya akhiwe. Kambe uThixo akawucimi umphefumlo, koko wenza icebo lokuba obhacileyo ambuyise.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 14

USAMUWELI II 14:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba siya kufa, sibe njengamanzi aphaleleyo emhlabeni, angenakuqokelelwa kwakhona; kananjalo uThixo akahloniphi mntu; Noko ke, uceba icebo ukuze abathinjwa bakhe bangagxothwa bemke kuye.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 14

USAMUWELI II 14:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba siya kufa ngenyaniso, sibe njengamanzi apaleleyo emhlabeni, angenakubutwa: kodwa UTIXO akasusi ubomi, uyaqinga amaqinga okuba angamgxoti kuye ogxotiweyo.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 14
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo