OOKUMKANI II 5:15
OOKUMKANI II 5:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wabuyela kumfo wakwaThixo, yena nesihlwele sakhe sonke, weza, wema phambi kwakhe, wathi, Uyabona, ndiyaqonda ngoku ukuba akukho Thixo ehlabathini lonke, kùkwaSirayeli kodwa; kaloku khawamkele intsikelelo kumkhonzi wakho.

OOKUMKANI II 5:15 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku uNahaman namaphakathi akhe lawo onke babuyela kumfo wakwaThixo. Wema phambi kwakhe wathi: “Ngoku ndiyaqonda ukuba akukho Thixo wumbi ehlabathini liphela ngaphandle kwalowo wakwaSirayeli! Ngoko ke nceda wamkele nasi isipho osinikwa sisicaka sakho!”
OOKUMKANI II 5:15 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wabuyela kumntu kaTHIXO oyinyaniso, yena nebandla lakhe lonke, weza, wema phambi kwakhe; kwaye wathi: Khangela, ngoku ndiyazi ukuba akukho Thixo ehlabathini lonke, ngaphandle kwaSirayeli; Thandaza, wamkele intsikelelo kumkhonzi wakho.
OOKUMKANI II 5:15 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wasuka wabuyela endodeni KATIXO, yena nawo wonke umkosi wake, weza, wema pambi kwayo, wati: Bona ke, kaloku ndiyazi ukuba akuko UTIXO kuwo wonke umhlaba, kupela kwa‐Sirayeli: ngako kaloku, zulamkele itamsanqa esicakeni sako.