Wasuka wabuyela endodeni KATIXO, yena nawo wonke umkosi wake, weza, wema pambi kwayo, wati: Bona ke, kaloku ndiyazi ukuba akuko UTIXO kuwo wonke umhlaba, kupela kwa‐Sirayeli: ngako kaloku, zulamkele itamsanqa esicakeni sako.
Funda Eyesibini yokumkani 5
Share
Compare All Versions: Eyesibini yokumkani 5:15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos