KWABASEKORINTE II 7:9
KWABASEKORINTE II 7:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoku ke ndiyavuya, ndingavuyeli kuba neenziwa buhlungu, ndivuyela ukuba nênziwa buhlungu ngokwasinga enguqukweni; kuba nênziwa buhlungu ngokokukaThixo, ukuze ningalahlekwa nto ngathi.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 7KWABASEKORINTE II 7:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ndiyavuya ngoku – phofu ingekuko kuba ndanivisa ubuhlungu, koko ikukuba intlungu yenu yanibangela inguquko. Intlungu yenu ibe yinto esuke yasetyenziswa nguThixo; ngoko ke andinenzakalisanga.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 7