IZIKRONIKE II 26:16
IZIKRONIKE II 26:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uthe ke akomelela, yaphakama intliziyo yakhe, wada wenza ububi; ngokuba wenza ubumenemene kuYehova uThixo wakhe, wangena etempileni kaYehova, ukuba aqhumisele esibingelelweni sesiqhumiso.
IZIKRONIKE II 26:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe akuba ekhulile wanobungangamsha, u-Uziya wangenelwa likratshi elamrhuqela ekuweni. Wasuka akathembeka kuNdikhoyo uThixo wakhe, wada wangena endlwini kaNdikhoyo wenza isiqhumiso eqongeni leziqhumiso.
IZIKRONIKE II 26:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Uthe ke akomelela, yaqhayisela intliziyo yakhe ngobubi; ngenxa yokuba wona kuYehova uThixo wakhe waza wangena etempileni kaYehova ukuze atshise isiqhumiso esibingelelweni sesiqhumiso.
IZIKRONIKE II 26:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa nxa omeleleyo, yabir̔atsha intliziyo yake kude kwakukubujiswa kwake; ngokuba ebegqita ngakuye UYEHOVA, UTIXO wake, wangena etempileni KAYEHOVA ukuba aqumise pezu kwesibingelo sesiqumiso.